IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 83:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Babhujiswa e-Endore;+

      Baba ngumgquba womhlaba.+

  • Isaya 5:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kungenxa yoko le nto umsindo kaYehova uvutha ebantwini bakhe, yaye uya kusolula isandla sakhe nxamnye nabo aze ababethe.+ Neentaba ziya kuphazamiseka,+ nezidumbu zabo ziya kuba njengenkunkuma phakathi kwezitrato.+

      Ngenxa yako konke oku umsindo wakhe awubuyanga, kodwa isandla sakhe usasolulile.

  • Yeremiya 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye okunene baya kuwaneka elangeni nasenyangeni nakuwo wonke umkhosi wamazulu ababewuthanda nabawukhonzileyo nabawulandeleyo+ nabaqubude kuwo.+ Akayi kuhlanganiswa, engayi kungcwatywa. Aya kuba ngumgquba phezu kobuso bomhlaba.”+

  • Yeremiya 9:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “Thetha uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Izidumbu zabantu zimele nazo ziwe njengomgquba phezu kobuso bomhlaba nanjengezithungu ezisandul’ ukusikwa emva komvuni, kungekho bani wokuhlanganisa.”’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share