Isaya 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Zihlambeni;+ zihlambululeni;+ shenxisani ububi benu phambi kwamehlo am;+ yekani ukwenza okubi.+ Isaya 55:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+ Yeremiya 36:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Mhlawumbi abo bendlu kaYuda baya kuyiphulaphula yonke intlekele endicinga ukuyenza kubo,+ ukuze babuye, ngamnye endleleni yakhe embi,+ nokuze okunene ndisixolele isiphoso sabo nesono sabo.”+ Hezekile 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “‘Naxa lowo ungendawo ebuya kubungendawo bakhe abenzileyo aze aphumeze okusesikweni nobulungisa,+ nguye ke oya kuwugcina uphila umphefumlo wakhe.+
7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+
3 Mhlawumbi abo bendlu kaYuda baya kuyiphulaphula yonke intlekele endicinga ukuyenza kubo,+ ukuze babuye, ngamnye endleleni yakhe embi,+ nokuze okunene ndisixolele isiphoso sabo nesono sabo.”+
27 “‘Naxa lowo ungendawo ebuya kubungendawo bakhe abenzileyo aze aphumeze okusesikweni nobulungisa,+ nguye ke oya kuwugcina uphila umphefumlo wakhe.+