Yeremiya 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa asitsho entliziyweni yaso ukuthi: “Ke kaloku, masoyike uYehova uThixo wethu,+ Lowo unika izantyalantyala zemvula nemvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo ngexesha layo,+ Lowo usigcinela iiveki ezimiselweyo zesivuno.”+
24 Kodwa asitsho entliziyweni yaso ukuthi: “Ke kaloku, masoyike uYehova uThixo wethu,+ Lowo unika izantyalantyala zemvula nemvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo ngexesha layo,+ Lowo usigcinela iiveki ezimiselweyo zesivuno.”+