Genesis 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Umhlaba+ mawuvelise imiphefumlo ephilayo ngohlobo lwayo, izilwanyana zasekhaya+ nezinambuzane+ namarhamncwa+ omhlaba ngohlobo lwawo.” Kwaza kwaba njalo.
24 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Umhlaba+ mawuvelise imiphefumlo ephilayo ngohlobo lwayo, izilwanyana zasekhaya+ nezinambuzane+ namarhamncwa+ omhlaba ngohlobo lwawo.” Kwaza kwaba njalo.