Genesis 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke emhlabeni kwakusenyanyeni, kusenkangala, kukho nobumnyama phezu kwamanzi anzongonzongo;+ yaye amandla kaThixo asebenzayo ayezula-zula+ phezu kwamanzi lawo.+
2 Ke emhlabeni kwakusenyanyeni, kusenkangala, kukho nobumnyama phezu kwamanzi anzongonzongo;+ yaye amandla kaThixo asebenzayo ayezula-zula+ phezu kwamanzi lawo.+