IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 25:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba bona ngokwabo, iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu,+ babaxhaphazile njengezicaka;+ kwaye ndiza kubabuyekeza ngokokusebenza kwabo nangokomsebenzi wezandla zabo.’”+

  • Yeremiya 51:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Khazimlisani iintolo.+ Zalisani amakhaka abusazinge. UYehova uwuvuselele umoya wookumkani bamaMedi,+ ngenxa yokuba ingcinga yakhe inxamnye neBhabhiloni,+ ukuze ayonakalise. Kuba yimpindezelo kaYehova, impindezelo ngenxa yetempile yakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share