2 Ngoko ukumkani wawabiza amaGibheyon+ waza wathetha kuwo. (AmaGibheyon ayengengabo oonyana bakaSirayeli, kodwa ngabasalayo kuma-Amori;+ yaye oonyana bakaSirayeli babefungile kuwo,+ kodwa uSawule wafuna ukuwaxabela+ ngenxa yokuziva enekhwele+ ngoonyana bakaSirayeli noYuda.)