Yeremiya 28:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “‘NoYekoniya+ unyana kaYehoyakim,+ ukumkani wakwaYuda, nabo bonke abathinjwa bakwaYuda abaye eBhabhiloni+ ndibabuyisela kule ndawo,’ utsho uYehova, ‘kuba ndiya kuyaphula idyokhwe+ yokumkani waseBhabhiloni.’”
4 “‘NoYekoniya+ unyana kaYehoyakim,+ ukumkani wakwaYuda, nabo bonke abathinjwa bakwaYuda abaye eBhabhiloni+ ndibabuyisela kule ndawo,’ utsho uYehova, ‘kuba ndiya kuyaphula idyokhwe+ yokumkani waseBhabhiloni.’”