IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 30:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+

  • Ezra 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Aba yayingoonyana bamaphondo+ abenyukayo baphuma ekubanjweni kwabantu ababethinjiwe+ abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wayebathabathele ekuthinjweni+ eBhabhiloni nabo kamva babuyela+ eYerusalem nakwaYuda,+ ngamnye kwisixeko sakhe;

  • Yeremiya 24:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndiza kubeka iliso labo kum ngendlela elungileyo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabuyisela kweli lizwe.+ Kwaye ndiza kubakha, andiyi kubachitha; ndiza kubatyala, andiyi kubancothula.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share