Yeremiya 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Baya kubamba isaphetha nentshuntshe.+ Bakhohlakele, yaye abayi kuba nalusizi. Ilizwi labo liya kugquma njengolwandle,+ kwaye baya kukhwela amahashe.+ Baya kuma ngokolungelelwano lwedabi njengendoda yemfazwe nxamnye nawe, ntombi yaseZiyon.”+
23 Baya kubamba isaphetha nentshuntshe.+ Bakhohlakele, yaye abayi kuba nalusizi. Ilizwi labo liya kugquma njengolwandle,+ kwaye baya kukhwela amahashe.+ Baya kuma ngokolungelelwano lwedabi njengendoda yemfazwe nxamnye nawe, ntombi yaseZiyon.”+