27 “‘Wena ke, musa ukoyika, Yakobi mkhonzi wam, nawe Sirayeli,+ musa ukungenwa lunkwantyo. Kuba yabona, ndiyakusindisa ukude, nembewu yakho kwilizwe ethinjelwe kulo.+ Yaye ngokuqinisekileyo uYakobi uya kubuya aze angabi nasiphazamiso ahlale ngokukhululeka kungekho nabani na omngcangcazelisayo.+