IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ke kaloku uTobhiya+ umAmoni+ wayesecaleni kwakhe, yaye wahlabela mgama wathi: “Kwanaloo nto ayakhayo, ukuba impungutye+ ingenyuka ngayo, ingaludiliza ngokuqinisekileyo udonga lwabo lwamatye.”

  • IZililo 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Bonke abo badlula ngendlela bakuqhwabela izandla.+

      Bayibethel’ umlozi+ yaye bamana behlunguzela iintloko+ ngentombi yaseYerusalem, besithi:

      “Sesi sixeko na esi babefudula besithi ngaso, ‘Bubuhle obugqibeleleyo, ukugcoba komhlaba wonke’?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share