INdumiso 102:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Oonyana babakhonzi bakho baya kuqhubeka behlala;+Kwaye phambi kwakho inzala yabo iya kumiselwa ngokuqinileyo.”+ Isaya 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndiya kukubuyisela abagwebi kwakhona njengasekuqaleni, nabacebisi bakho njengakuqala.+ Emva koko uya kubizwa ngokuba usisiXeko Sobulungisa, iDolophu Ethembekileyo.+
28 Oonyana babakhonzi bakho baya kuqhubeka behlala;+Kwaye phambi kwakho inzala yabo iya kumiselwa ngokuqinileyo.”+
26 Ndiya kukubuyisela abagwebi kwakhona njengasekuqaleni, nabacebisi bakho njengakuqala.+ Emva koko uya kubizwa ngokuba usisiXeko Sobulungisa, iDolophu Ethembekileyo.+