Yeremiya 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Khawubone, ndikumisele ngale mini ukuba ube phezu kweentlanga naphezu kwezikumkani,+ ukuze uncothule nokuze udilize nokuze utshabalalise nokuze uchithe,+ ukuze wakhe nokuze utyale.”+ Yeremiya 30:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, iintente ezithinjiweyo zikaYakobi+ ndiyazihlanganisa, kwaye ndiya kuba nosizi ngeminquba yakhe. Okunene isixeko siya kwakhiwa kwakhona kwindulana yaso;+ nenqaba yokuhlala iya kuhlala kwisiza esilunge kuyo.+ Yeremiya 33:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndiza kubabuyisa abathinjwa bakwaYuda nabathinjwa bakwaSirayeli,+ ndibakhe njengasekuqaleni.+ Amosi 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Ngaloo mini ndiya kuwuvusa+ umnquba+ kaDavide owileyo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuzingciba iintanda zawo. Namanxuwa awo ndiya kuwavusa, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuwakha njengakwimihla yakudala,+
10 Khawubone, ndikumisele ngale mini ukuba ube phezu kweentlanga naphezu kwezikumkani,+ ukuze uncothule nokuze udilize nokuze utshabalalise nokuze uchithe,+ ukuze wakhe nokuze utyale.”+
18 Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, iintente ezithinjiweyo zikaYakobi+ ndiyazihlanganisa, kwaye ndiya kuba nosizi ngeminquba yakhe. Okunene isixeko siya kwakhiwa kwakhona kwindulana yaso;+ nenqaba yokuhlala iya kuhlala kwisiza esilunge kuyo.+
11 “‘Ngaloo mini ndiya kuwuvusa+ umnquba+ kaDavide owileyo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuzingciba iintanda zawo. Namanxuwa awo ndiya kuwavusa, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuwakha njengakwimihla yakudala,+