Amosi 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+ Mika 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye okunene baya kuhlala, ngamnye phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ yaye akuyi kubakho bani ubangcangcazelisayo;+ kuba wona kanye umlomo kaYehova wemikhosi ukuthethile oko.+
14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+
4 Kwaye okunene baya kuhlala, ngamnye phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ yaye akuyi kubakho bani ubangcangcazelisayo;+ kuba wona kanye umlomo kaYehova wemikhosi ukuthethile oko.+