IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 30:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 UYehova uThixo wakho uya kukwenza ube nokungaphezu kokwaneleyo kumsebenzi wonke wesandla sakho,+ kwisiqhamo sesisu sakho nakwisiqhamo sezilwanyana zakho+ zasekhaya nakwisiqhamo somhlaba wakho,+ woba nempumelelo;+ ngokuba uYehova uya kugcoba kwakhona ngawe, ulungelwe, kanye njengoko wagcobayo ngookhokho bakho;+

  • Isaya 65:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngokuqinisekileyo baya kwakha izindlu baze bahlale;+ batyale izidiliya baze badle isiqhamo sazo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share