IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 30:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ukuba abantu bakho abasasazekileyo bathe baya esiphelweni samazulu, wokuqokelela nalapho uYehova uThixo wakho.+

  • Hezekile 20:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Kwaye ndiza kunikhupha kwizizwana, ndiniqokelele ndawonye kumazwe enichithachithelwe kuwo ngesandla esomeleleyo nangengalo eyoluliweyo nangobushushu obuthululwayo.+

  • Mika 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “‘Ngokuqinisekileyo ndiya kumhlanganisa uYakobi, wonke;+ nakanjani na ndiya kubaqokelela ndawonye abo baseleyo bakwaSirayeli.+ Ndiya kubabeka bemanyene, njengomhlambi ebuhlanti, njengomhlambi phakathi kwedlelo lawo;+ kuya kubakho ingxokozelo ngenxa yobuninzi babantu.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share