-
Mateyu 2:16INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
16 Ngoko uHerode, ebona ukuba woyiswe ngobuqili ngabavumisi ngeenkwenkwezi, waba nomsindo omkhulu, waza wathumela ukuba kubulawe onke amakhwenkwe aseBhetelehem nakuzo zonke izithili zayo, ukususela kwiminyaka emibini ubudala nangaphantsi, ngokuvumelana nexesha awayeliqinisekise ngenyameko kubavumisi ngeenkwenkwezi.+
-