Genesis 37:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Babemthuthuzela+ bonke oonyana bakhe nazo zonke iintombi zakhe, kodwa wayengavumi ukuthuthuzeleka, esithi:+ “Ndakude ndihle ndiye kunyana wam eShiyol ndisazilile!” Waqhubeka ke uyise emlilela.
35 Babemthuthuzela+ bonke oonyana bakhe nazo zonke iintombi zakhe, kodwa wayengavumi ukuthuthuzeleka, esithi:+ “Ndakude ndihle ndiye kunyana wam eShiyol ndisazilile!” Waqhubeka ke uyise emlilela.