Rute 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke uBhohazi wathi kumadoda amakhulu nakubo bonke abantu: “Ningamangqina+ namhlanje ukuba ndithenga konke okwakukokukaElimeleki nako konke okwakukokukaKiliyon noMahalon esandleni sikaNahomi. Isaya 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye mandingqinelwe+ ngamangqina athembekileyo,+ u-Uriya umbingeleli+ noZekariya unyana kaYerebhekiya.”
9 Wandula ke uBhohazi wathi kumadoda amakhulu nakubo bonke abantu: “Ningamangqina+ namhlanje ukuba ndithenga konke okwakukokukaElimeleki nako konke okwakukokukaKiliyon noMahalon esandleni sikaNahomi.
2 Yaye mandingqinelwe+ ngamangqina athembekileyo,+ u-Uriya umbingeleli+ noZekariya unyana kaYerebhekiya.”