INdumiso 105:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Babeka phakathi kwabo imibandela yemiqondiso yakhe,+Nemimangaliso kwilizwe lakwaHam.+ INdumiso 106:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngako oko walukhalimela uLwandle Olubomvu, loma;+Kwaye wabahambisa emanzini anzongonzongo kwanga kusentlango;+
9 Ngako oko walukhalimela uLwandle Olubomvu, loma;+Kwaye wabahambisa emanzini anzongonzongo kwanga kusentlango;+