Levitikus 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Uze ungavumeli namnye wenzala yakho ukuba anikelwe+ kuMoleki.+ Ungalihlambeli+ igama loThixo wakho ngaloo ndlela. NdinguYehova.+ Levitikus 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuba bathe abantu belizwe elo bawafihla ngabom amehlo abo kuloo mntu ekunikeleni kwakhe nayiphi na inxalenye yenzala yakhe kuMoleki, abambulala,+
21 “‘Uze ungavumeli namnye wenzala yakho ukuba anikelwe+ kuMoleki.+ Ungalihlambeli+ igama loThixo wakho ngaloo ndlela. NdinguYehova.+
4 Ukuba bathe abantu belizwe elo bawafihla ngabom amehlo abo kuloo mntu ekunikeleni kwakhe nayiphi na inxalenye yenzala yakhe kuMoleki, abambulala,+