Hezekile 36:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndiza kuninika intliziyo entsha,+ ndifake umoya omtsha ngaphakathi kwenu,+ yaye ndiza kuyisusa intliziyo yelitye enyameni yenu ndize ndininike intliziyo yenyama.+ ISityhilelo 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+
26 Ndiza kuninika intliziyo entsha,+ ndifake umoya omtsha ngaphakathi kwenu,+ yaye ndiza kuyisusa intliziyo yelitye enyameni yenu ndize ndininike intliziyo yenyama.+
4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+