Mika 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ziya kukhotha uthuli njengeenyoka;+ njengezirhubuluzi zomhlaba ziya kuphuma ziphazamisekile kwiindonga zokuzikhusela.+ Ziya kuza kuYehova uThixo wethu zigubha, yaye ziya kukoyika.”+
17 Ziya kukhotha uthuli njengeenyoka;+ njengezirhubuluzi zomhlaba ziya kuphuma ziphazamisekile kwiindonga zokuzikhusela.+ Ziya kuza kuYehova uThixo wethu zigubha, yaye ziya kukoyika.”+