Hoseya 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+ Hoseya 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Buya, Sirayeli, uze kuYehova uThixo wakho,+ kuba ukhubekile ngesiphoso sakho.+
6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+