INdumiso 94:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe,+Engayi kulishiya nelifa lakhe.+ Yeremiya 31:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Utsho uYehova ukuthi: “Ukuba amazulu phezulu angalinganiswa neziseko zomhlaba ngezantsi zingagocagocwa,+ nam ndingayigatya imbewu kaSirayeli iphela ngenxa yako konke oko bakwenzileyo,’+ utsho uYehova.”
37 Utsho uYehova ukuthi: “Ukuba amazulu phezulu angalinganiswa neziseko zomhlaba ngezantsi zingagocagocwa,+ nam ndingayigatya imbewu kaSirayeli iphela ngenxa yako konke oko bakwenzileyo,’+ utsho uYehova.”