-
Yeremiya 31:20INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
20 “UEfrayim ungunyana oxabisekileyo na kum, okanye umntwana endimteketisayo?+ Kuba ngokomkhamo endithetha ngawo nxamnye naye nakanjani na ndiya kumkhumbula ngawo ngokubhekele phaya.+ Kungenxa yoko le nto kusikayo emathunjini am ngenxa yakhe.+ Ngandlela zonke ndiya kuba nosizi ngaye,”+ utsho uYehova.
-