2 Kronike 21:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwathi ekuhambeni kwemihla, ekupheleni kwethuba leminyaka emibini, amathumbu akhe+ aphuma ngoxa wayegula, wafa ngenxa yezifo zakhe ezibi; abantu bakhe abamenzelanga lutshiso+ olufana nolookhokho bakhe.
19 Kwathi ekuhambeni kwemihla, ekupheleni kwethuba leminyaka emibini, amathumbu akhe+ aphuma ngoxa wayegula, wafa ngenxa yezifo zakhe ezibi; abantu bakhe abamenzelanga lutshiso+ olufana nolookhokho bakhe.