IZililo 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yona kanye impefumlo yamathatha ethu,+ lowo uthanjisiweyo kaYehova,+ ithinjiwe kumhadi wabo omkhulu,+Lowo sithe ngaye: “Siya kuphila emthunzini wakhe+ phakathi kweentlanga.”+ Mika 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaloo mini kuya kwenziwa umzekeliso+ ngani yaye ngokuqinisekileyo kuya kwenziwa isijwili, isijwili kanye.+ Umntu uya kuthi: “Ngokuqinisekileyo siphangiwe!+ Sona kanye isahlulo sabantu bam uyasijika.+ Hayi indlela asishenxisa ngayo kum! Amasimi ethu uwabela ongathembekanga.”
20 Yona kanye impefumlo yamathatha ethu,+ lowo uthanjisiweyo kaYehova,+ ithinjiwe kumhadi wabo omkhulu,+Lowo sithe ngaye: “Siya kuphila emthunzini wakhe+ phakathi kweentlanga.”+
4 Ngaloo mini kuya kwenziwa umzekeliso+ ngani yaye ngokuqinisekileyo kuya kwenziwa isijwili, isijwili kanye.+ Umntu uya kuthi: “Ngokuqinisekileyo siphangiwe!+ Sona kanye isahlulo sabantu bam uyasijika.+ Hayi indlela asishenxisa ngayo kum! Amasimi ethu uwabela ongathembekanga.”