8 Ndaza ndathi kubo: “Thina ngokwethu siye sabathenga kwakhona+ abazalwana bethu abangamaYuda ababethengiswe ezintlangeni, kangangoko kusemandleni ethu; yaye kwangaxeshanye niya kubathengisa na abazalwana benu,+ yaye bamele bathengiswe kuthi na?” Abazange bathethe, bengazange bafumane lizwi.+