Hoseya 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ndiya kwenza ntoni na kuwe, Efrayim? Ndiya kwenza ntoni na kuwe, Yuda,+ xa ububele bothando benu bunjengamafu akusasa nanjengombethe omka ekuseni?
4 “Ndiya kwenza ntoni na kuwe, Efrayim? Ndiya kwenza ntoni na kuwe, Yuda,+ xa ububele bothando benu bunjengamafu akusasa nanjengombethe omka ekuseni?