Genesis 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wazithabatha ke zonke ezo zinto, wazisika kubini waza wabeka icala lajongana nelinye, kodwa zona iintaka akazinqunqanga.+
10 Wazithabatha ke zonke ezo zinto, wazisika kubini waza wabeka icala lajongana nelinye, kodwa zona iintaka akazinqunqanga.+