Duteronomi 31:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke mna, ndiya kubufihla ngokupheleleyo ubuso bam ngaloo mini ngenxa yobubi bonke esibenzileyo, ngokuba sijike saya kwabanye oothixo.+ Yeremiya 44:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa abazange baphulaphule,+ bengazange bayithobe nendlebe yabo ukuba babuye kububi babo ngokungaqhumiseli imibingelelo kwabanye oothixo.+
18 Ke mna, ndiya kubufihla ngokupheleleyo ubuso bam ngaloo mini ngenxa yobubi bonke esibenzileyo, ngokuba sijike saya kwabanye oothixo.+
5 Kodwa abazange baphulaphule,+ bengazange bayithobe nendlebe yabo ukuba babuye kububi babo ngokungaqhumiseli imibingelelo kwabanye oothixo.+