Yeremiya 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ekuhambeni kwexesha iinkosana zakwaYuda zaweva la mazwi, yaye zenyuka zemka endlwini kakumkani zaya endlwini kaYehova+ zaza zahlala phantsi esangweni elitsha likaYehova.+
10 Ekuhambeni kwexesha iinkosana zakwaYuda zaweva la mazwi, yaye zenyuka zemka endlwini kakumkani zaya endlwini kaYehova+ zaza zahlala phantsi esangweni elitsha likaYehova.+