14 Khangela! Baye baba njengeendiza.+ Ngokuqinisekileyo umlilo uya kubatshisa.+ Abayi kuwuhlangula umphefumlo wabo+ emandleni amadangatye.+ Akuyi kubakho mlilo wamalahle eenkuni ukuze abantu bothe, kungekho kukhanya komlilo abaya kuhlala phantsi phambi kwawo.