Isaya 45:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngenxa kaYehova yonke imbewu+ kaSirayeli iya kungqineka ilungile+ kwaye iya kuqhayisa ngaye.’”+ Yeremiya 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Kodwa lowo uzigwagwisayo makazigwagwise ngenxa yale nto kanye, yokuba enokuqiqa+ kwanolwazi ngam, lokuba ndinguYehova,+ Lowo ubonakalisa ububele bothando, okusesikweni nobulungisa emhlabeni;+ kuba ndiyoliswa zezo zinto,”+ utsho uYehova. 1 Korinte 1:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 ukuze kube njengoko kanye kubhaliwe kwathiwa: “Lowo uqhayisayo, makaqhayise ngoYehova.”+
24 “Kodwa lowo uzigwagwisayo makazigwagwise ngenxa yale nto kanye, yokuba enokuqiqa+ kwanolwazi ngam, lokuba ndinguYehova,+ Lowo ubonakalisa ububele bothando, okusesikweni nobulungisa emhlabeni;+ kuba ndiyoliswa zezo zinto,”+ utsho uYehova.