2 Kumkani 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+ Yeremiya 52:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ neenkosana zonke zakwaYuda wazibulala ngogonyamelo eRibhela.+
7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+
10 Yaye ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ neenkosana zonke zakwaYuda wazibulala ngogonyamelo eRibhela.+