IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 25:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani+ nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nezindlu zawo onke amadoda abalaseleyo wazitshisa ngomlilo.+

  • 2 Kronike 36:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Wayitshisa indlu kaTHIXO oyinyaniso+ wadiliza iindonga+ zeYerusalem; nazo zonke iinqaba zayo zokuhlala bazitshisa ngomlilo kwaneempahla zayo ezinqwenelekayo,+ ukuze bayonakalise.+

  • Isaya 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ezindlebeni zam uYehova wemikhosi [ufungile ukuba] izindlu ezininzi, nangona zinkulu yaye zilungile, ziya kuba yinto yokukhwankqisa, kungekho mmi.+

  • Yeremiya 38:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kodwa ukuba uthe akwaphuma uye kwiinkosana zokumkani waseBhabhiloni, esi sixeko siya kunikelwa esandleni samaKhaledi, kwaye okunene aya kusitshisa ngomlilo,+ yaye wena akuyi kusinda esandleni sawo.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share