Isaya 29:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Zilazilani nize nithi manga;+ zimfamekiseni, nize nimfameke.+ Bayotyiwe+ kungengawayini; bayagxadazela kungengasiselo sinxilisayo.+ IZenzo 13:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 ‘Bonani, nina bagculeli, nize nimangaliswe, yaye yithini shwaka, ngenxa yokuba ndisebenza umsebenzi ngemihla yenu, umsebenzi eningasayi kuze niwukholelwe kwanokuba nabani na anganibalisela wona ngokweenkcukacha.’”+
9 Zilazilani nize nithi manga;+ zimfamekiseni, nize nimfameke.+ Bayotyiwe+ kungengawayini; bayagxadazela kungengasiselo sinxilisayo.+
41 ‘Bonani, nina bagculeli, nize nimangaliswe, yaye yithini shwaka, ngenxa yokuba ndisebenza umsebenzi ngemihla yenu, umsebenzi eningasayi kuze niwukholelwe kwanokuba nabani na anganibalisela wona ngokweenkcukacha.’”+