Yoshuwa 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 IGibheyon+ neRama neBheheroti, ABagwebi 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wayehlala phantsi komthi wesundu kaDebhora phakathi kweRama+ neBheteli+ kummandla weentaba wakwaEfrayim; yaye oonyana bakaSirayeli babesiya kuye ukuze abagwebe.
5 Wayehlala phantsi komthi wesundu kaDebhora phakathi kweRama+ neBheteli+ kummandla weentaba wakwaEfrayim; yaye oonyana bakaSirayeli babesiya kuye ukuze abagwebe.