2 Samuweli 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke yena uYowabhi+ unyana kaTseruya+ nabakhonzi bakaDavide, baphuma baza kamva bahlangana ndawonye ngasechibini laseGibheyon; bahlala ke, aba kweli cala lechibi nabaya kweliya icala lechibi.
13 Ke yena uYowabhi+ unyana kaTseruya+ nabakhonzi bakaDavide, baphuma baza kamva bahlangana ndawonye ngasechibini laseGibheyon; bahlala ke, aba kweli cala lechibi nabaya kweliya icala lechibi.