Hoseya 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba, khangela! baya kuhamba ngenxa yokuphangwa.+ IYiputa ngokwayo iya kubahlanganisa;+ iMemfis+ iya kubangcwaba. Ke izinto zabo ezinqwenelekayo zesilivere, ilifa lazo liya kudliwa ngamarhawu;+ amatyholo anameva aya kuba ziintente zabo.+
6 Kuba, khangela! baya kuhamba ngenxa yokuphangwa.+ IYiputa ngokwayo iya kubahlanganisa;+ iMemfis+ iya kubangcwaba. Ke izinto zabo ezinqwenelekayo zesilivere, ilifa lazo liya kudliwa ngamarhawu;+ amatyholo anameva aya kuba ziintente zabo.+