INdumiso 123:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umphefumlo wethu wanele kakhulu kukugculelwa ngabo bahleli ngokukhululeka,+Kukudelwa ngabo bakhukhumeleyo.+ IMizekeliso 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kufikile na ukukhukhumala? Ngoko ihlazo liyeza;+ kodwa bunabathozamileyo ubulumko.+
4 Umphefumlo wethu wanele kakhulu kukugculelwa ngabo bahleli ngokukhululeka,+Kukudelwa ngabo bakhukhumeleyo.+