INdumiso 42:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Amanzi anzongonzongo abiza amanzi anzongonzongoKwakuvakala isandi somtshizo wamanzi akho.Onke amaza akho+—Adlule phezu kwam.+ INdumiso 137:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+
7 Amanzi anzongonzongo abiza amanzi anzongonzongoKwakuvakala isandi somtshizo wamanzi akho.Onke amaza akho+—Adlule phezu kwam.+
8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+