Yeremiya 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+ Yeremiya 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Intente yam iphangiwe, neentambo zentente yam zonke ziqhawulwe kubini.+ Oonyana bam bemkile kum, abasekho.+ Akusekho bani utwabulula intente yam okanye omisa amalaphu entente yam.
26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+
20 Intente yam iphangiwe, neentambo zentente yam zonke ziqhawulwe kubini.+ Oonyana bam bemkile kum, abasekho.+ Akusekho bani utwabulula intente yam okanye omisa amalaphu entente yam.