IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 66:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuba njengomlilo uYehova enyanisweni uya kwenza imbambano, ewe, ngekrele lakhe,+ nxamnye nenyama yonke; yaye ngokuqinisekileyo ababuleweyo nguYehova baya kuba baninzi.+

  • Yeremiya 25:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 nabo bonke ookumkani basemntla abakufuphi nabakude, omnye emva komnye, nazo zonke ezinye izikumkani zomhlaba eziphezu komhlaba; nokumkani waseSheshaki+ uya kusela emva kwabo.

  • Zefaniya 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Ngoko ke hlalani nilindele kum,’+ utsho uYehova, ‘de ibe yimini yokuvuka kwam ukuba ndithimbe,+ kuba isigwebo sam kukuhlanganisa iintlanga,+ kukuba ndiqokelele ndawonye izikumkani, ukuze ndithululele kuzo isiqalekiso sam,+ wonke umsindo wam ovuthayo; kuba umhlaba wonke uya kuqwengwa ngumlilo wenzondelelo yam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share