Yeremiya 46:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “‘Kutheni na ukuze ndibabone bengenwe lunkwantyo? Bayabuya, namadoda abo anamandla ayatyunyuzwa; yaye ngokuqinisekileyo basabile, abajikanga.+ Kukho ukothuka macala onke,’+ utsho uYehova.
5 “‘Kutheni na ukuze ndibabone bengenwe lunkwantyo? Bayabuya, namadoda abo anamandla ayatyunyuzwa; yaye ngokuqinisekileyo basabile, abajikanga.+ Kukho ukothuka macala onke,’+ utsho uYehova.