ABagwebi 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba babesiza nemfuyo yabo neentente zabo. Babesiza bebaninzi njengeenkumbi,+ kwaye bona kunye neenkamela zabo babengabaleki;+ yaye babesiza elizweni ukuze balonakalise.+ ABagwebi 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku uMidiyan noAmaleki nabo bonke abantu baseMpuma+ babethe waca entilini bebaninzi okweenkumbi;+ neenkamela zabo+ zazingabaleki, zazininzi njengentlabathi eselunxwemeni lolwandle. Nahum 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Amafa-nankosi akho anjengenkumbi, yaye amagosa akho omkhosi anjengebubu leenkumbi. Amisa inkampu kubuhlanti bamatye ngemini enengqele. Lakukhanya ilanga, ngokuqinisekileyo ayasaba emke; yaye akaziwa ukuba akuyiphi na indawo.+
5 Kuba babesiza nemfuyo yabo neentente zabo. Babesiza bebaninzi njengeenkumbi,+ kwaye bona kunye neenkamela zabo babengabaleki;+ yaye babesiza elizweni ukuze balonakalise.+
12 Ke kaloku uMidiyan noAmaleki nabo bonke abantu baseMpuma+ babethe waca entilini bebaninzi okweenkumbi;+ neenkamela zabo+ zazingabaleki, zazininzi njengentlabathi eselunxwemeni lolwandle.
17 Amafa-nankosi akho anjengenkumbi, yaye amagosa akho omkhosi anjengebubu leenkumbi. Amisa inkampu kubuhlanti bamatye ngemini enengqele. Lakukhanya ilanga, ngokuqinisekileyo ayasaba emke; yaye akaziwa ukuba akuyiphi na indawo.+