IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 9:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Utsho uYehova ukuthi: “Umntu osisilumko makangazigwagwisi ngobulumko bakhe,+ nendoda enamandla mayingazigwagwisi ngamandla ayo.+ Isityebi masingazigwagwisi ngobutyebi baso.”+

  • Hezekile 7:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “‘Baya kuyiphosa ezitratweni loo silivere yabo, negolide yabo iya kuba yinto eyenyanyekayo. Isilivere yabo negolide yabo ayiyi kukwazi ukubahlangula ngemini yokuvutha komsindo kaYehova.+ Abayi kuyanelisa imiphefumlo yabo, namathumbu abo abayi kuwazalisa, kuba iye yaba sisikhubekiso esababangela benza isiphoso.+

  • Hoseya 10:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Nilime okungendawo.+ Nivune intswela-bulungisa.+ Nitye isiqhamo senkohliso,+ ngokuba nikholose ngendlela yenu,+ ngobuninzi babanamandla benu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share