Isaya 46:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Zimele zikhokhobe; zimele xa zizonke zigobe phantsi ngokufanayo; azinakukwazi nje kwaphela ukulusindisa+ uxanduva, kodwa imiphefumlo yazo imele iye ekuthinjweni.+ Yeremiya 43:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndiza kuzitshisa ngomlilo izindlu zoothixo baseYiputa;+ kwaye ngokuqinisekileyo uya kuzitshisa zona, bona abathimbe, aze azisonge ngelizwe laseYiputa, kanye njengoko umalusi ezisonga ngesambatho sakhe,+ yaye okunene uya kuphuma apho ngoxolo.
2 Zimele zikhokhobe; zimele xa zizonke zigobe phantsi ngokufanayo; azinakukwazi nje kwaphela ukulusindisa+ uxanduva, kodwa imiphefumlo yazo imele iye ekuthinjweni.+
12 Ndiza kuzitshisa ngomlilo izindlu zoothixo baseYiputa;+ kwaye ngokuqinisekileyo uya kuzitshisa zona, bona abathimbe, aze azisonge ngelizwe laseYiputa, kanye njengoko umalusi ezisonga ngesambatho sakhe,+ yaye okunene uya kuphuma apho ngoxolo.